ABagwebi 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+ Isaya 48:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+ Yeremiya 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndathetha kuwe ebudeni bokungabi naxhala kwakho.+ Wathi, ‘Andiyi kuthobela.’+ Ibiyindlela yakho le ukususela ebutsheni bakho, kuba akuzange ulithobele ilizwi lam.+ Daniyeli 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Asilithobelanga ilizwi lakho Yehova Thixo wethu ngokuhamba emithethweni yakho owayibeka phambi kwethu ngesandla sabakhonzi bakho abaprofeti.+ 1 Korinte 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+
2 Yaye nina ningenzi mnqophiso nabemi beli lizwe.+ Izibingelelo zabo nifanele nizidilize.’+ Kodwa anikhange niliphulaphule ilizwi lam.+ Bekutheni nize nenze oku?+
8 “Ngaphezu koko, akuvanga,+ akwazanga, nendlebe yakho ayivulekanga ukususela ngelo xesha. Kuba ndazi kakuhle ukuba ubusenza ngobuqhophololo,+ yaye ububizwa ngokuba ‘ungonxaxhayo ukususela kwasesiswini.’+
21 Ndathetha kuwe ebudeni bokungabi naxhala kwakho.+ Wathi, ‘Andiyi kuthobela.’+ Ibiyindlela yakho le ukususela ebutsheni bakho, kuba akuzange ulithobele ilizwi lam.+
10 Asilithobelanga ilizwi lakho Yehova Thixo wethu ngokuhamba emithethweni yakho owayibeka phambi kwethu ngesandla sabakhonzi bakho abaprofeti.+
8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+