1 Kronike 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+ INdumiso 37:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kholosa ngoYehova wenze okulungileyo;+Hlala emhlabeni, uqhube ngokuthembeka.+ INdumiso 37:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Yaye uYehova uya kuwanceda awasindise.+Uya kuwasindisa kubantu abangendawo,+Kuba asabela kuye.+ INdumiso 84:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Yehova wemikhosi, unoyolo umntu okholosa ngawe.+ Yeremiya 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Isikelelwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngoYehova, naleyo ithembele ngoYehova.+
20 Bancediswa ekulweni nabo, ada amaHagri nabo bonke abo babekunye nawo banikelwa esandleni sabo, kuba bamemeza becela uncedo+ kuThixo emfazweni, waza wasabela kwisibongozo sabo ngenxa yokuba babekholose ngaye.+