Isaya 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+ Yeremiya 49:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kwaye iHatsore+ imele ibe sisikhundla soodyakalashe,+ inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo. Akukho mntu uya kuhlala apho, nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.”+
10 Ebusuku okanye emini ayiyi kucinywa; umsi wayo uya kunyuka ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Izizukulwana ngezizukulwana liya kubharha;+ ngonaphakade kanaphakade akuyi kudlula mntu kulo.+
33 “Kwaye iHatsore+ imele ibe sisikhundla soodyakalashe,+ inkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo. Akukho mntu uya kuhlala apho, nanyana wamntu uya kuhlala kuyo njengomphambukeli.”+