2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ Isaya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngoko ke, khangela! uYehova unyusa nxamnye nabo+ amanzi anamandla namaninzi oMlambo,+ ukumkani waseAsiriya+ nozuko lwakhe lonke.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kunyuka abe ngaphezu kwayo yonke imisinga yakhe aye naphezu kwalo lonke udonga lwakhe
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
7 ngoko ke, khangela! uYehova unyusa nxamnye nabo+ amanzi anamandla namaninzi oMlambo,+ ukumkani waseAsiriya+ nozuko lwakhe lonke.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kunyuka abe ngaphezu kwayo yonke imisinga yakhe aye naphezu kwalo lonke udonga lwakhe