Yoshuwa 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngokungaze ningene phakathi kwezi ntlanga,+ ezi zisaseleyo nani. Kwaye nimele ningawakhankanyi amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo,+ ningabakhonzi okanye niqubude kubo.+ Yeremiya 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+ Amosi 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 abo bafunga ngokuba netyala kweSamariya,+ besithi: “Ephila nje uthixo wakho, wena Dan!”+ baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuwa, yaye abasayi kuvuka kwakhona.’”+ Zefaniya 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+
7 ngokungaze ningene phakathi kwezi ntlanga,+ ezi zisaseleyo nani. Kwaye nimele ningawakhankanyi amagama oothixo bazo+ okanye nifunge ngabo,+ ningabakhonzi okanye niqubude kubo.+
16 “Kuya kuthi ke ukuba bathe bafunda iindlela zabantu bam ekufungeni igama lam,+ besithi, ‘Ephila nje uYehova!’ kanye njengoko bafundisa abantu bam ukufunga uBhahali,+ bakhiwe phakathi kwabantu bam.+
14 abo bafunga ngokuba netyala kweSamariya,+ besithi: “Ephila nje uthixo wakho, wena Dan!”+ baze bathi, “Iphila nje indlela yaseBher-shebha!”+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuwa, yaye abasayi kuvuka kwakhona.’”+
5 nabo baqubuda eluphahleni kuwo umkhosi wamazulu,+ nabo baqubudayo,+ besenza izifungo ezinzulu kuYehova+ kwaye besenza izifungo ezinzulu ngoMalekam;+