Eksodus 15:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wathi: “Ukuba uthe waliphulaphula ngenyameko ilizwi likaYehova uThixo wakho, wenza okulungileyo emehlweni akhe, wayibekela indlebe imiyalelo yakhe, wayigcina yonke imimiselo yakhe,+ andiyi kubeka phezu kwakho nasinye kwezo zifo ndizibekileyo phezu kwamaYiputa;+ kuba ndinguYehova okuphilisayo.”+ Levitikus 26:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Ukuba niyaqhubeka nihamba emimiselweni yam nize niyigcine imiyalelo yam, niyenze,+ Duteronomi 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi. Yeremiya 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 endawuyalela ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa,+ kwiziko lentsimbi,+ ndisithi, ‘Thobelani ilizwi lam, nenze ngokuvumelana nako konke endiniyalela kona;+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam nam ndibe nguThixo wenu,+
26 Wathi: “Ukuba uthe waliphulaphula ngenyameko ilizwi likaYehova uThixo wakho, wenza okulungileyo emehlweni akhe, wayibekela indlebe imiyalelo yakhe, wayigcina yonke imimiselo yakhe,+ andiyi kubeka phezu kwakho nasinye kwezo zifo ndizibekileyo phezu kwamaYiputa;+ kuba ndinguYehova okuphilisayo.”+
3 Umele ke uphulaphule, Sirayeli, ukunyamekele ukuyenza,+ ukuze kulunge kuwe,+ nize nande kakhulu, kanye njengoko uYehova uThixo wookhokho bakho wakuthembisayo,+ ngokuphathelele ilizwe eliqukuqela ubisi nobusi.
4 endawuyalela ookhokho benu ngemini yokubakhupha kwam kwilizwe laseYiputa,+ kwiziko lentsimbi,+ ndisithi, ‘Thobelani ilizwi lam, nenze ngokuvumelana nako konke endiniyalela kona;+ yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam nam ndibe nguThixo wenu,+