INdumiso 91:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+ Yohane 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+ 1 Korinte 1:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 ukuze kube njengoko kanye kubhaliwe kwathiwa: “Lowo uqhayisayo, makaqhayise ngoYehova.”+
14 Ngenxa yokuba ebonise umsa wakhe kum,+Nam ndiya kumsindisa.+Ndiya kumkhusela ngenxa yokuba elazi igama lam.+
3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+