Yeremiya 49:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+ Hezekile 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho koonyana baka-Amoni, uprofete ngabo.+
49 Ngabo oonyana baka-Amoni+ utsho uYehova ukuthi: “USirayeli akanabo na oonyana, okanye akanayo na indlalifa? Kutheni na ukuze uMalekam+ amdle ilifa uGadi,+ nabantu bakhe bahlale kwizixeko zakwaSirayeli?”+