INdumiso 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akukho namnye kwabo bathembela ngawe oya kudana.+Baya kudana abo benza ngobuqhophololo ngaphandle kwempumelelo.+ INdumiso 130:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bendinethemba, Yehova, umphefumlo wam ubunethemba,+Yaye ndilindele ilizwi lakhe.+
3 Akukho namnye kwabo bathembela ngawe oya kudana.+Baya kudana abo benza ngobuqhophololo ngaphandle kwempumelelo.+