10 Ndiza kuyijika imithendeleko yenu ibe kukuzila+ nazo zonke iingoma zenu zibe sisimbonono, kwaye ndiza kuzinxibisa amarhonya izinqe zonke ndize ndizichebe inkqayi iintloko zonke;+ yaye ndiza kuyenza imeko ibe njengokuzilela unyana okuphela kwakhe,+ nokuphela kwako kube njengemini ekrakra.’