INdumiso 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ukuwe umthombo wobomi;+Ngokukhanya okuvela kuwe sinokubona ukukhanya.+ Yeremiya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’ ISityhilelo 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yandibonisa umlambo wamanzi obomi,+ ungcwengeke njengekristale, uqukuqela uphuma kwitrone kaThixo neyeMvana+
13 ‘ngenxa yokuba kukho izinto ezimbini ezimbi abazenzileyo abantu bam: Bandishiyile mna,+ mthombo wamanzi aphilayo,+ ukuze bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angenakuqulatha manzi.’
22 Yandibonisa umlambo wamanzi obomi,+ ungcwengeke njengekristale, uqukuqela uphuma kwitrone kaThixo neyeMvana+