Yeremiya 37:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+ Yeremiya 38:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bamthabatha ke uYeremiya baza bamphosa equleni likaMalekiya+ unyana kakumkani, elalikwiNtendelezo Yabalindi.+ Ngoko bamthoba uYeremiya ngeentsontelo. Ke kaloku equleni kwakungekho manzi, kodwa linodaka; watshona eludakeni apho uYeremiya.+
20 Ke kaloku khawuncede, uphulaphule, nkosi yam kumkani. Ngamana ukuzicelela kwam ubabalo,+ kungawela phambi kwakho, uze ke ungandibuyiseli endlwini kaYehonatan+ unobhala, ukuze ndingafeli apho.”+
6 Bamthabatha ke uYeremiya baza bamphosa equleni likaMalekiya+ unyana kakumkani, elalikwiNtendelezo Yabalindi.+ Ngoko bamthoba uYeremiya ngeentsontelo. Ke kaloku equleni kwakungekho manzi, kodwa linodaka; watshona eludakeni apho uYeremiya.+