-
Yeremiya 49:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘endiya kuthi ngayo ndivakalise ukuhlaba umkhosi kwemfazwe+ nxamnye neRabha+ yoonyana baka-Amoni; yaye ngokuqinisekileyo iya kuba yindulana eyinkangala ephanzileyo,+ needolophu eziphantsi kwayo+ ziya kutshiswa ngomlilo.’+
“‘Kwaye uSirayeli okunene uya kubadla ilifa abo babemdle ilifa,’+ utsho uYehova.
-