Isaya 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 IKaleno+ ayinjengeKarkemishe na?+ IHamati+ ayinjengeArpadi na?+ ISamariya+ ayinjengeDamasko na?+ Isaya 36:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuze uHezekiya anganilukuhli,+ esithi, ‘UYehova uya kusihlangula.’ Ngaba ngamnye koothixo beentlanga uye walihlangula ilizwe lakhe esandleni sokumkani waseAsiriya?+
18 ukuze uHezekiya anganilukuhli,+ esithi, ‘UYehova uya kusihlangula.’ Ngaba ngamnye koothixo beentlanga uye walihlangula ilizwe lakhe esandleni sokumkani waseAsiriya?+