Eksodus 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+ INdumiso 74:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khumbula oku: Utshaba lungcikivile, Yehova,+Nabantu abangenangqiqo baliphathe ngokungenantlonelo igama lakho.+ Isaya 48:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yegama lam ndiya kuwunqanda umsindo wam,+ nangenxa yendumiso yam ndiya kuzithintela ngakuwe ukuze unganqunyulwa.+ Isaya 52:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+ Hezekile 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+
7 “Uze ungaliphathi njengelingento yanto igama likaYehova uThixo wakho,+ kuba uYehova akayi kungamohlwayi oliphatha njengelingento yanto igama lakhe.+
18 Khumbula oku: Utshaba lungcikivile, Yehova,+Nabantu abangenangqiqo baliphathe ngokungenantlonelo igama lakho.+
9 Ngenxa yegama lam ndiya kuwunqanda umsindo wam,+ nangenxa yendumiso yam ndiya kuzithintela ngakuwe ukuze unganqunyulwa.+
5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+
9 Ndenjenjalo ngenxa yegama lam ukuze lingahlanjelwa phambi kwamehlo eentlanga ababephakathi kwazo,+ ngenxa yokuba ndandizazisile kubo phambi kwamehlo azo ngokubakhupha kwilizwe laseYiputa.+