Isaya 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa uYehova aya kube eligutyule ilindle leentombi zaseZiyon+ kwaye eluyalazile+ kwanophalazo-gazi+ lweYerusalem ngaphakathi kwayo ngomoya wokugweba nangomoya wokutshisa,+ Yeremiya 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiza kubasulungekisa kuso sonke isiphoso sabo abandone ngaso,+ ndizixolele zonke iziphoso zabo abandone ngazo nabaye banxaxha ngazo kum.+ 1 Korinte 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+
4 Xa uYehova aya kube eligutyule ilindle leentombi zaseZiyon+ kwaye eluyalazile+ kwanophalazo-gazi+ lweYerusalem ngaphakathi kwayo ngomoya wokugweba nangomoya wokutshisa,+
8 Ndiza kubasulungekisa kuso sonke isiphoso sabo abandone ngaso,+ ndizixolele zonke iziphoso zabo abandone ngazo nabaye banxaxha ngazo kum.+
11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+