Isaya 58:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngokuphuma kuwe abanye ngokuqinisekileyo baya kuzakha iindawo ebeziphanzile ixesha elide;+ uya kuvusa kwaneziseko zezizukulwana eziqhubekayo.+ Kwaye okunene uya kubizwa ngokuba uyingcibi yamathuba,+ umhlaziyi weendlela ekuhlalwa ngakuzo. Yeremiya 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Kule ndawo eniya kuthi nina iyinkangala engenamntu nengenasilwanyana sasekhaya, kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem eziphanzileyo+ ezingenamntu nezingenammi nezingenasilwanyana sasekhaya, kuseza kuvakala+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
12 Yaye ngokuphuma kuwe abanye ngokuqinisekileyo baya kuzakha iindawo ebeziphanzile ixesha elide;+ uya kuvusa kwaneziseko zezizukulwana eziqhubekayo.+ Kwaye okunene uya kubizwa ngokuba uyingcibi yamathuba,+ umhlaziyi weendlela ekuhlalwa ngakuzo.
10 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Kule ndawo eniya kuthi nina iyinkangala engenamntu nengenasilwanyana sasekhaya, kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem eziphanzileyo+ ezingenamntu nezingenammi nezingenasilwanyana sasekhaya, kuseza kuvakala+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+