Duteronomi 32:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+ 1 Samuweli 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova unguMbulali noMlondolozi wobomi,+Owehlisela eShiyol,+ kwaYena uyanyusa.+ Roma 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Ndikumisele ukuba ube nguyise weentlanga ezininzi.”)+ Oku kwakukwimbonakalo yaLowo wayenokholo kuye, uThixo kanye, owenza abafileyo baphile+ aze abize izinto ezingekhoyo ngokungathi bezikho.+ 2 Korinte 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Enyanisweni, savakalelwa kukuba sasifumene isigwebo sokufa. Oku kwakungenjongo yokuba singazithembi thina,+ kodwa sithembele kuTHIXO ovusa abafileyo.+
39 Bonani ke ngoku, ukuba mna ndinguye+Abakho oothixo abakunye nam.+Ndiyabulala, ndidlise ubomi.+Ndingxwelerha ngokuqatha,+ ndibuye ndiphilise,+Akakho ongakuxhwila okusesandleni sam.+
17 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Ndikumisele ukuba ube nguyise weentlanga ezininzi.”)+ Oku kwakukwimbonakalo yaLowo wayenokholo kuye, uThixo kanye, owenza abafileyo baphile+ aze abize izinto ezingekhoyo ngokungathi bezikho.+
9 Enyanisweni, savakalelwa kukuba sasifumene isigwebo sokufa. Oku kwakungenjongo yokuba singazithembi thina,+ kodwa sithembele kuTHIXO ovusa abafileyo.+