Hezekile 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+ Hezekile 20:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu. Hezekile 36:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kwaye ndiza kunithabatha ezintlangeni ndize ndiniqokelele ndawonye emazweni onke ndinizise emhlabeni wenu.+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
17 “Ngoko ke yithi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndiza kuniqokelela kwezo zizwana ndize ndinihlanganise emazweni enichithachitheke phakathi kwawo, yaye ndiza kuninika umhlaba wakwaSirayeli.+
42 “‘Niya kwazi ukuba ndinguYehova,+ ekuniziseni kwam kumhlaba wakwaSirayeli,+ kwilizwe endaphakamisa isandla sam ndifungela ukulinika ookhokho benu.
24 Kwaye ndiza kunithabatha ezintlangeni ndize ndiniqokelele ndawonye emazweni onke ndinizise emhlabeni wenu.+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+