Daniyeli 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa yoko wothuka kakhulu uKumkani uBheleshatsare, laguquka nebala lolusu lwakhe; izihandiba zakhe nazo zazididekile.+ Daniyeli 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngonyaka wokuqala kaBheleshatsare+ ukumkani waseBhabhiloni, uDaniyeli wabona iphupha nemibono yentloko yakhe esemandlalweni wakhe.+ Waza walibhala phantsi iphupha elo.+ Wachaza zonke iinkcukacha zalo. Daniyeli 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaBheleshatsare+ ukumkani, kwabonakala kum umbono, mna kanye, Daniyeli, emva kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.+
9 Ngenxa yoko wothuka kakhulu uKumkani uBheleshatsare, laguquka nebala lolusu lwakhe; izihandiba zakhe nazo zazididekile.+
7 Ngonyaka wokuqala kaBheleshatsare+ ukumkani waseBhabhiloni, uDaniyeli wabona iphupha nemibono yentloko yakhe esemandlalweni wakhe.+ Waza walibhala phantsi iphupha elo.+ Wachaza zonke iinkcukacha zalo.
8 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaBheleshatsare+ ukumkani, kwabonakala kum umbono, mna kanye, Daniyeli, emva kwalowo wabonakalayo kum ekuqaleni.+