Numeri 12:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+ Yobhi 33:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+ INdumiso 25:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukusondelelana noYehova kokwabo bamoyikayo,+Kwanomnqophiso wakhe, ubabangela bawazi.+ Daniyeli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali: 1 Korinte 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba ngubani na phakathi kwabantu ozaziyo izinto zomntu ngaphandle komoya+ womntu okuye? Ngoko, akukho bani ufikelele ekuzazini izinto zikaThixo, ngaphandle komoya+ kaThixo.
6 Waqhubeka wathi: “Khanive amazwi am. Ukuba nithe nanomprofeti kaYehova, ndozazisa kuye ngombono.+ Ndithethe kuye ephupheni.+
15 Ephupheni,+ embonweni+ wasebusuku,Xa abantu befikelwe bubuthongo obunzulu,Xa besozela emandlalweni.+
28 Noko ke, kukho uThixo emazulwini onguMtyhili weemfihlelo,+ yaye umazisile uKumkani uNebhukadenetsare okuya kwenzeka ekupheleni kwemihla.+ Iphupha lakho nemibono yentloko yakho emandlalweni wakho—nali:
11 Kuba ngubani na phakathi kwabantu ozaziyo izinto zomntu ngaphandle komoya+ womntu okuye? Ngoko, akukho bani ufikelele ekuzazini izinto zikaThixo, ngaphandle komoya+ kaThixo.