Isaya 59:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kubekho ukunxaxha nokumkhanyela uYehova;+ kwaye kubekho ukuhlehla kuThixo wethu, ukuthetha ngengcinezelo nemvukelo,+ ukukhawula nokudumzela amazwi obuxoki asuka entliziyweni.+ Yeremiya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Kuba ukususela koyena mncinane kubo ukusa koyena mkhulu kubo, wonk’ ubani uzenzela inzuzo yokungekho sikweni;+ nokususela kumprofeti ukusa kumbingeleli, ngamnye wenza ngobuxoki.+ Mika 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+
13 Kubekho ukunxaxha nokumkhanyela uYehova;+ kwaye kubekho ukuhlehla kuThixo wethu, ukuthetha ngengcinezelo nemvukelo,+ ukukhawula nokudumzela amazwi obuxoki asuka entliziyweni.+
13 “Kuba ukususela koyena mncinane kubo ukusa koyena mkhulu kubo, wonk’ ubani uzenzela inzuzo yokungekho sikweni;+ nokususela kumprofeti ukusa kumbingeleli, ngamnye wenza ngobuxoki.+
2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+