Yeremiya 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bahlwayele ingqolowa, kodwa bavune ameva.+ Bazigulise ngokusebenza; abayi kuba yingenelo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni ngeemveliso zenu ngenxa yomsindo ovuthayo kaYehova.”
13 Bahlwayele ingqolowa, kodwa bavune ameva.+ Bazigulise ngokusebenza; abayi kuba yingenelo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni ngeemveliso zenu ngenxa yomsindo ovuthayo kaYehova.”