37 ke ngoko yabona, ndiqokelela ndawonye bonke abo uthandana nabo owawuyolisa kubo nabo bonke abo wawubathanda kunye nabo wawubathiyile, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye nxamnye nawe bevela macala onke ndize ndibutyhile ubuze bakho kubo, babubone bonke ubuze bakho.+