2 Kumkani 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wayekholose ngoYehova uTHIXO kaSirayeli;+ yaye emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda,+ kwanabo babephambi kwakhe.+ 2 Kronike 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka esenza okulungileyo emehlweni kaYehova,+ ngako konke awakwenzayo uDavide ukhokho wakhe.+ INdumiso 89:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ikhaka lethu lelikaYehova,+Nokumkani wethu ngowaLowo Ungcwele kaSirayeli.+ Hoseya 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nangona uhenyuza, Sirayeli,+ makangabi natyala uYuda,+ yaye musani ukuya eGiligali,+ ninganyuki niye eBhete-aven+ okanye nifunge nithi ‘Ephila nje uYehova!’+
5 Wayekholose ngoYehova uTHIXO kaSirayeli;+ yaye emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda,+ kwanabo babephambi kwakhe.+
15 Nangona uhenyuza, Sirayeli,+ makangabi natyala uYuda,+ yaye musani ukuya eGiligali,+ ninganyuki niye eBhete-aven+ okanye nifunge nithi ‘Ephila nje uYehova!’+