Hezekile 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko bafika kwiintlanga abafika kuzo, baza abantu balihlambela igama lam elingcwele+ ngokuthi ngokubhekisele kubo, ‘Aba ngabantu bakaYehova, yaye baphume elizweni lakhe.’+ Hezekile 43:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 ngokufaka kwabo umbundu womnyango wabo ngasembundwini womnyango wam nomgubasi wabo ngasemgubasini wam, kukho udonga phakathi kwam nabo.+ Yaye balenza inqambi igama lam elingcwele ngezinto zabo ezicekisekayo abazenzayo,+ ukuze nje ndibatshabalalise ndinomsindo.+ Roma 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba “igama likaThixo liyanyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga”;+ kanye njengoko kubhaliwe.
20 Ngoko bafika kwiintlanga abafika kuzo, baza abantu balihlambela igama lam elingcwele+ ngokuthi ngokubhekisele kubo, ‘Aba ngabantu bakaYehova, yaye baphume elizweni lakhe.’+
8 ngokufaka kwabo umbundu womnyango wabo ngasembundwini womnyango wam nomgubasi wabo ngasemgubasini wam, kukho udonga phakathi kwam nabo.+ Yaye balenza inqambi igama lam elingcwele ngezinto zabo ezicekisekayo abazenzayo,+ ukuze nje ndibatshabalalise ndinomsindo.+