Genesis 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+ Yeremiya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kanye njengoko umkhosi wamazulu ungenakubalwa, nentlabathi yolwandle ingenakulinganiswa,+ ngoko ndiya kuyandisa imbewu kaDavide umkhonzi wam nabaLevi abalungiselela mna.’”+
5 Ngoku ke wamsa phandle waza wathi: “Khawuncede ukhangele phezulu, emazulwini uze ubale iinkwenkwezi, ukuba uyakwazi ukuzibala.”+ Waza ke wathi kuye: “Iya kuba ngangazo imbewu yakho.”+
22 Kanye njengoko umkhosi wamazulu ungenakubalwa, nentlabathi yolwandle ingenakulinganiswa,+ ngoko ndiya kuyandisa imbewu kaDavide umkhonzi wam nabaLevi abalungiselela mna.’”+