Isaya 60:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso. Yoweli 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+
18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.
19 UYehova uya kuphendula aze athi kubantu bakhe, ‘Yabonani, ndithumela kuni ukudla okuziinkozo newayini entsha neoli, kwaye ngokuqinisekileyo nina niya kwanela kuko;+ yaye andiyi kunenza nibe lungcikivo kwakhona ezintlangeni.+