Hezekile 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwathi ngonyaka wamashumi amathathu, ngenyanga yesine, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ngoxa ndandiphakathi kwabantu abathinjiweyo+ ngakuMlambo iKebhare,+ amazulu avuleka+ ndaza ndabona imibono kaThixo.+ Marko 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ngoko nangoko akunyuka ephuma emanzini wabona amazulu esahlukaniswa, nomoya usihla phezu kwakhe njengehobe;+ Luka 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku bakubhaptizwa bonke abantu, noYesu+ wabhaptizwa, yaye njengoko wayethandaza, izulu+ lavuleka IZenzo 7:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 yaye wathi: “Khangelani! Ndiwabona amazulu evulekile+ noNyana womntu+ emi ngasekunene kukaThixo.”+
1 Ke kaloku kwathi ngonyaka wamashumi amathathu, ngenyanga yesine, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ngoxa ndandiphakathi kwabantu abathinjiweyo+ ngakuMlambo iKebhare,+ amazulu avuleka+ ndaza ndabona imibono kaThixo.+
10 Yaye ngoko nangoko akunyuka ephuma emanzini wabona amazulu esahlukaniswa, nomoya usihla phezu kwakhe njengehobe;+
21 Ke kaloku bakubhaptizwa bonke abantu, noYesu+ wabhaptizwa, yaye njengoko wayethandaza, izulu+ lavuleka
56 yaye wathi: “Khangelani! Ndiwabona amazulu evulekile+ noNyana womntu+ emi ngasekunene kukaThixo.”+