Hoseya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+ Mika 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+ Mateyu 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.” Mateyu 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala.
6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+
8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+
13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”
7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala.