Duteronomi 29:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nazibona izinto zazo ezilizothe nezithixo zazo ezinezothe,+ ezazenziwe ngomthi nangelitye, nangesilivere negolide;) 1 Kumkani 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye uSolomon waqalisa ukulandela uAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon noMilkom+ into elizothe yama-Amoni. ISityhilelo 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Laza lanikwa ukuba liwunike impefumlo umfanekiso werhamncwa, khon’ ukuze umfanekiso werhamncwa uthethe yaye ubangele ukuba babulawe bonke abo bangayi kuwunqula konke konke umfanekiso+ werhamncwa.
17 Nazibona izinto zazo ezilizothe nezithixo zazo ezinezothe,+ ezazenziwe ngomthi nangelitye, nangesilivere negolide;)
5 Kwaye uSolomon waqalisa ukulandela uAshtoreti+ uthixokazi wamaSidon noMilkom+ into elizothe yama-Amoni.
15 Laza lanikwa ukuba liwunike impefumlo umfanekiso werhamncwa, khon’ ukuze umfanekiso werhamncwa uthethe yaye ubangele ukuba babulawe bonke abo bangayi kuwunqula konke konke umfanekiso+ werhamncwa.