Mateyu 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabufike ubukumkani bakho.+ Makwenzeke ukuthanda+ kwakho nasemhlabeni,+ njengasezulwini. Yohane 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa. IZenzo 21:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Akunganqandeki, sayekelela sathi: “Makwenzeke ukuthanda+ kukaYehova.”
27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.