INdumiso 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Abo bandibonayo, bayandigculela;+Baqhubeka beyivula ibe banzi imilomo yabo, baqhubeka behlunguzela intloko yabo besithi:+ INdumiso 109:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye kubo ndiye ndaba yinto esisingcikivo.+Bayandibona—bahlunguzele intloko.+ Luka 23:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwaye abantu bema bekhangele.+ Kodwa abalawuli babemsinekela, besithi: “Wabasindisa abanye; makazisindise+ naye, ukuba unguKRISTU kaThixo, Lowo Unyuliweyo.”+
7 Abo bandibonayo, bayandigculela;+Baqhubeka beyivula ibe banzi imilomo yabo, baqhubeka behlunguzela intloko yabo besithi:+
35 Kwaye abantu bema bekhangele.+ Kodwa abalawuli babemsinekela, besithi: “Wabasindisa abanye; makazisindise+ naye, ukuba unguKRISTU kaThixo, Lowo Unyuliweyo.”+