Marko 14:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+ Yohane 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo. Yohane 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 nitsho na nina kum lowo uBawo wamngcwalisayo waza wamthumela ehlabathini ukuthi, ‘Uyanyelisa,’ ngenxa yokuba ndithe, NdinguNyana kaThixo?+
62 Wandula ke uYesu wathi: “Ndinguye; yaye niya kumbona uNyana womntu+ ehleli ngakwisandla sasekunene+ samandla, esiza namafu ezulu.”+
18 Ngenxa yoko, eneneni, amaYuda afuna ngakumbi ukumbulala,+ kuba wayengaphuli Sabatha kuphela kodwa wayekwabiza uThixo ngokuthi nguYise,+ ezenza alingane+ noThixo.
36 nitsho na nina kum lowo uBawo wamngcwalisayo waza wamthumela ehlabathini ukuthi, ‘Uyanyelisa,’ ngenxa yokuba ndithe, NdinguNyana kaThixo?+