IZenzo 9:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kodwa eYopa+ kwakukho umfundi othile ogama linguTabhitha, elo, xa liguqulelwe, lithetha ukuthi Dorkas. Wayephuphuma zizenzo ezilungileyo+ nezipho zenceba awayezinikela. IZenzo 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 umntu ozinikeleyo+ nowoyika+ uThixo ndawonye nayo yonke indlu yakhe, enikela izipho ezininzi zenceba ebantwini,+ kwaye eqhubeka ekhunga kuThixo.+ 1 Korinte 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndingade ndinikele ngayo yonke impahla yam ukuze kondliwe abanye,+ ndinikela nangomzimba wam,+ ukuze ndiqhayise, kodwa ukuba andinalo uthando,+ akuncedi nto konke konke.
36 Kodwa eYopa+ kwakukho umfundi othile ogama linguTabhitha, elo, xa liguqulelwe, lithetha ukuthi Dorkas. Wayephuphuma zizenzo ezilungileyo+ nezipho zenceba awayezinikela.
2 umntu ozinikeleyo+ nowoyika+ uThixo ndawonye nayo yonke indlu yakhe, enikela izipho ezininzi zenceba ebantwini,+ kwaye eqhubeka ekhunga kuThixo.+
3 Ndingade ndinikele ngayo yonke impahla yam ukuze kondliwe abanye,+ ndinikela nangomzimba wam,+ ukuze ndiqhayise, kodwa ukuba andinalo uthando,+ akuncedi nto konke konke.