INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+ IMizekeliso 30:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukungabi nenyaniso nelizwi elixokayo zishenxisele kude kum.+ Musa ukundinika ubuhlwempu okanye ubutyebi.+ Mandidle ukutya endikumiselweyo,+ Mateyu 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko, musani ukuxhalela ingomso,+ kuba ingomso liya kuba namaxhala alo. Imini nganye inobayo ububi obuyilingeneyo. 1 Timoti 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba sinesixhaso nesambatho, masaneliswe zezo zinto.+
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+
8 Ukungabi nenyaniso nelizwi elixokayo zishenxisele kude kum.+ Musa ukundinika ubuhlwempu okanye ubutyebi.+ Mandidle ukutya endikumiselweyo,+
34 Ngoko, musani ukuxhalela ingomso,+ kuba ingomso liya kuba namaxhala alo. Imini nganye inobayo ububi obuyilingeneyo.