Luka 5:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngako oko abaFarisi nababhali babo bambombozela kubafundi bakhe, besithi: “Kutheni na nisidla nize nisele nabaqokeleli berhafu naboni?”+ Luka 7:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UNyana womntu uye weza esidla yaye esela, kodwa nithi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni!’+ Luka 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngenxa yoko abaFarisi nababhali bahlala bedumzela, besithi: “Lo mntu wamkela aboni, adle nabo.”+ Luka 19:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bakukubona oku, badumzela+ bonke, besithi: “Ungene waya kulalisa kwindoda engumoni.”
30 Ngako oko abaFarisi nababhali babo bambombozela kubafundi bakhe, besithi: “Kutheni na nisidla nize nisele nabaqokeleli berhafu naboni?”+
34 UNyana womntu uye weza esidla yaye esela, kodwa nithi, ‘Khangela! Umntu olidla-kudla nozinikela ekuseleni iwayini, umhlobo wabaqokeleli berhafu naboni!’+