Marko 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Inene ndithi kuni zonke izinto bozixolelwa oonyana babantu, kungakhathaliseki ukuba ziziphi na izono nezinyeliso abazenza ngokunyelisa.+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+ Hebhere 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+ Hebhere 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+ 1 Yohane 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+
28 Inene ndithi kuni zonke izinto bozixolelwa oonyana babantu, kungakhathaliseki ukuba ziziphi na izono nezinyeliso abazenza ngokunyelisa.+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+
6 kodwa abaye baphambuka,+ akunakwenzeka ukuba babuyiselwe enguqukweni,+ ngenxa yokuba bona ngokwabo bambethelela ngokutsha uNyana kaThixo baze bamhlazise esidlangalaleni.+
16 Ukuba umntu uthe wabona umzalwana wakhe esenza isono esingasingisi kufeni,+ makambongozele, yaye yena uya kumnika ubomi+ lowo wenze isono esingasingisi kufeni. Sikho ke nesono esisingisa ekufeni.+ Anditsho ukuthi makacelele sona.+