Marko 6:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kuba bonke bambona yaye bakhathazeka. Kodwa ngoko nangoko wathetha nabo, yaye wathi kubo: “Yomelelani, ndim; musani ukoyika.”+ Yohane 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa wathi kubo: “Ndim; musani ukoyika!”+ IZenzo 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+
50 Kuba bonke bambona yaye bakhathazeka. Kodwa ngoko nangoko wathetha nabo, yaye wathi kubo: “Yomelelani, ndim; musani ukoyika.”+
11 Kodwa ngobusuku obulandelayo iNkosi yema ngakuye+ yaza yathi: “Yomelela kakhulu!+ Kuba njengoko ubunikela ubungqina obucokisekileyo+ ngezinto ezingam eYerusalem, ngoko ukwamele unikele ubungqina naseRoma.”+