Marko 12:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+ Roma 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+
17 Wandula ke uYesu wathi: “Buyiselani izinto zikaKesare kuKesare,+ kodwa izinto zikaThixo kuThixo.”+ Kwaye bamangaliswa nguye.+
7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+