1 Samuweli 14:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke yena uYonatan, wayengaphulaphulanga xa uyise wayefungisa abantu,+ ngoko wolula incam yentonga eyayisesandleni sakhe wayithi nkxu enqatheni lobusi waza wabuyisa isandla sakhe wasisa emlonyeni, aqala ke aqabuka amehlo akhe.+ IMizekeliso 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Nyana wam, yidla ubusi, kuba bulungile; nenqatha lobusi libe senkalakahleni yakho.+
27 Ke yena uYonatan, wayengaphulaphulanga xa uyise wayefungisa abantu,+ ngoko wolula incam yentonga eyayisesandleni sakhe wayithi nkxu enqatheni lobusi waza wabuyisa isandla sakhe wasisa emlonyeni, aqala ke aqabuka amehlo akhe.+