Marko 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wathi kubo: “Yizani, nedwa kwindawo engasese,+ niphumle kancinane.”+ Kuba babebaninzi ababesiza nababehamba, yaye babengenalo ixesha lokuphola kwanelokudla isidlo.+
31 Wathi kubo: “Yizani, nedwa kwindawo engasese,+ niphumle kancinane.”+ Kuba babebaninzi ababesiza nababehamba, yaye babengenalo ixesha lokuphola kwanelokudla isidlo.+