Roma 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+ Galati 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.
27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+
6 Noko ke, lowo ufundiswa ilizwi ngomlomo+ makabelane+ nalowo ufundisayo+ ngeento zonke ezilungileyo anazo.