Mateyu 26:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+ Marko 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+ IZenzo 27:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Emva kokutsho oku, naye wathabatha isonka, wambulela+ uThixo phambi kwabo bonke, wasiqhekeza waza watya.
26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+
6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+
35 Emva kokutsho oku, naye wathabatha isonka, wambulela+ uThixo phambi kwabo bonke, wasiqhekeza waza watya.