Mateyu 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 waza wathi: “Inene ndithi kuni, Ngaphandle kokuba niyajika nibe njengabantwana abaselula,+ anisayi kuze ningene ebukumkanini bamazulu.+ Luka 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Inene ndithi kuni, Nabani na ongabamkeliyo ubukumkani bukaThixo njengomntwana oselula akasayi kuze angene kubo.”+
3 waza wathi: “Inene ndithi kuni, Ngaphandle kokuba niyajika nibe njengabantwana abaselula,+ anisayi kuze ningene ebukumkanini bamazulu.+
17 Inene ndithi kuni, Nabani na ongabamkeliyo ubukumkani bukaThixo njengomntwana oselula akasayi kuze angene kubo.”+