Mateyu 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wathi kuye: “Kutheni undibuza ngoko kulungileyo? Kukho mNye olungileyo.+ Ukuba, ngoko, ufuna ukungena ebomini, qhubeka ugcina imiyalelo.”+ Luka 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo? Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+
17 Wathi kuye: “Kutheni undibuza ngoko kulungileyo? Kukho mNye olungileyo.+ Ukuba, ngoko, ufuna ukungena ebomini, qhubeka ugcina imiyalelo.”+
19 UYesu wathi kuye: “Kutheni undibiza ngokuthi olungileyo? Akukho bani ulungileyo, ngaphandle komnye, uThixo.+