Roma 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwenzeni oku, kwanangenxa yokuba nilazi ixesha, okokuba sele kulilixa lokuba nivuke+ ebuthongweni, kuba ngoku usindiso lwethu lukufuphi ngakumbi kunangexesha esathi saba ngamakholwa ngalo.+ 1 Tesalonika 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke, masingalali+ njengoko abanye besenza,+ kodwa masihlale siphaphile,+ sithe qwa.+
11 Kwenzeni oku, kwanangenxa yokuba nilazi ixesha, okokuba sele kulilixa lokuba nivuke+ ebuthongweni, kuba ngoku usindiso lwethu lukufuphi ngakumbi kunangexesha esathi saba ngamakholwa ngalo.+