Duteronomi 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ungamhlawulisa inzala owasemzini,+ kodwa yena umzalwana wakho uze ungamhlawulisi nzala;+ ukuze akusikelele uYehova uThixo wakho kuko konke okwenzayo kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa.+ Mateyu 25:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko ke, ubufanele ukuba ubeke imali yam yesilivere koonobhanki, ndize ekufikeni kwam ndamkele oko kukokwam nenzala.+
20 Ungamhlawulisa inzala owasemzini,+ kodwa yena umzalwana wakho uze ungamhlawulisi nzala;+ ukuze akusikelele uYehova uThixo wakho kuko konke okwenzayo kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa.+
27 Ngoko ke, ubufanele ukuba ubeke imali yam yesilivere koonobhanki, ndize ekufikeni kwam ndamkele oko kukokwam nenzala.+