Zekariya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+ Mateyu 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+ 1 Timoti 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+ Yuda 11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+
12 Ndandula ke ndathi kuwo: “Ukuba kulungile emehlweni enu,+ ndinikeni umvuzo wam; kodwa ukuba akunjalo, yekani.” Yaye wandihlawula umvuzo wam, amaqhosha esilivere angamashumi amathathu.+
15 waza wathi: “Niya kundinika ntoni ukuze ndimngcatshe kuni?”+ Bammisela amashumi amathathu amaqhosha esilivere.+
10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+
11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+