Mateyu 26:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwaye abafundi benza njengoko uYesu wayebayalele, yaye bazilungisa izinto zepasika.+ Marko 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko abafundi baphuma, bangena esixekweni, bakufumana kanye kunjengokuba wayetshilo kubo; baza balungiselela ipasika.+ Luka 19:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngoko abo babethunyelwe bemka baza bakufumana kanye kunjengoko wayetshilo kubo.+
16 Ngoko abafundi baphuma, bangena esixekweni, bakufumana kanye kunjengokuba wayetshilo kubo; baza balungiselela ipasika.+